Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBhodwal Majri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Murthal
independent apartment
7 Jun – 5 Jul
Yi$361 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Sonipat
Indlu enendawo yokuphola entle enefenitshala eyi-3nangaphezulu enendawo yayo yokupaka
12 Nov – 10 Dis
Yi$843 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Ganaur
I-Santushti Farmhouse
18 Epr – 16 Mey
Yi$9 207 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Indlu enevaranda e-Panipat
Ivulekile 5 Igumbi lokulala House | uthe zava & convinience
26 Epr – 24 Mey
Yi$2 928 ngenyanga
4.5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.