Iindawo Zokurenta Inyanga eBicheno

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Bicheno
I-Panorama Cabin - isithunzi esimnandi + umbono ongeyonyani (B)
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 843 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bicheno
I-Central Studio Bicheno
9 Jun – 7 Jul
Yi$2 413 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bicheno
Indawo Yokuhlala Eselwandle
30 Mat – 27 Epr
Yi$1 997 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bicheno
Banksia Bicheno - indawo esembindini
20 Mey – 17 Jun
Yi$2 487 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBicheno

Bicheno Blowholebayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
East Coast Natureworldbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lobster Shack Tasmaniabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tasmanian Coastal Seafoodsbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Blue Edge Bakerybayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Douglas Apsley National Parkbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.