Iindawo Zokurenta Inyanga eBickley

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Cheshire East
'Igumbi leJockey' indawo efihlakeleyo. Beka kwindawo ekude ethe cwaka
2–30 Okt
Yi$1 879 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cheshire
Indlu esemaphandleni yelizwe, iindawo ezintle, ibhafu enamanzi ashushu
4 Nov – 2 Dis
Yi$5 091 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Cheshire East
Indlu esemaphandleni esekoneni
10 Epr – 8 Mey
Yi$2 227 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Chester
Igumbi lakho lokulala elinendawo yokufikelela.
28 Jul – 25 Aga
Yi$2 763 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-456

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.