Iindawo Zokurenta Inyanga eBig Creek Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Luzerne
Indlu yamaplanga yeClutch
29 Mey – 26 Jun
Yi$2 587 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mio
Abantu Abathandanayo Bangaphandle Kwindlu Yamaplanga, Kufuphi ne-AuSable River, e-Mio
18 Sep – 16 Okt
Yi$1 930 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mio
Indlu yamaplanga epholileyo kufutshane neAuSable River/4 kayaks incl.
9 Jun – 7 Jul
Yi$2 606 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Grayling
I-Wooded Northern Hideaway Eduze ne-Trout Streams
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 926 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-189

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBig Creek Township

Ausable River Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ma Deetersbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mio Pizza Shopbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Family Fare Supermarketsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ellies 12 Tablesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mio Saloonbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.