Iindawo Zokurenta Inyanga eBinixiquer

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Mahón, Islas Baleares
I-Finca Eleonora ipuli ❤ enkulu kunye negadi enkulu,i-AC, i-Sonos ♫
24 Aga – 21 Sep
Yi$17 270 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cala en Porter
Yonwabela iMenorca
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 701 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-210
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Jaime Mediterráneo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex kufutshane nolwandle
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 550 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Son Parc
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle_suite_Menorca
7 Nov – 5 Dis
Yi$2 060 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.