Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBirkerød

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu ekhiwe emthini e-Hørsholm
Indlu encinci kwiintsika zamaplanga, indlu yamaplanga T
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 323 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Rødovre
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-1
5 Jan – 4 Feb
Yi$1 665 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lynge
Lille hyggelig lejlighed på Damgaarden
10 Okt – 7 Nov
Yi$1 601 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hillerød
Amaqhina aseBoltehus
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 576 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-44

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBirkerød

Farum Bytorvbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Farum Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Føtexbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Farumhusbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Due Restaurantbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Qualitabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.