Iindawo Zokurenta Inyanga eBispberg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hedemora
Indlu engasemva kumbindi weHedemora, eDalarna
17 Epr – 15 Mey
Yi$742 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Ungquphantsi e-Säter C
Indlu yenqaba ekwindawo yasemaphandleni
25 Sep – 23 Okt
Yi$3 622 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Säter V
Indlu yamaplanga evulekileyo ngasechibini kufutshane ne-ski resort
24 Nov – 22 Dis
Yi$1 673 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pungmakarbo
Mysigt gårdshus. Ca 30 min till Romme alpin.
21 Mey – 18 Jun
Yi$945 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.