Iindawo Zokurenta Inyanga eBispingen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Soderstorf
I-Heidetraum
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 330 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Soltau
I-Ferenwohnung kufuphi neHeidepark
11 Sep – 9 Okt
Yi$1 799 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-302
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bispingen
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo esembindini
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 846 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-39
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Soltau
Fewo Lana
28 Dis – 25 Jan
Yi$1 676 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-72

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBispingen

I-Center Parcs Bispinger Heidebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lüneburg Heathbayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ISERHATSCHEbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Abenteuerlabyrinth Lüneburger Heidebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Schumacher‘s Motodrom GmbHbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
THE CRAZY HOUSEbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.