Iindawo Zokurenta Inyanga eBitburg-Prüm

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Herforst, Germany
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-2 enekhitshi negumbi lokuhlambela elisecaleni kwe
10 Sep – 8 Okt
Yi$1 063 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Pronsfeld, Germany
Iphupha elincinci "Frango"; Balm for the Soul
17 Okt – 14 Nov
Yi$2 173 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
ISuperhost
I-loft e-Hosten, Germany
I-loft ezimeleyo, i-63 sqm, isiqubulo esidala sidibana nomtsha.
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 538 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-368
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gralingen, Luxembourg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekhanyayo
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 438 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBitburg-Prüm

I-Vianden Castlebayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eifelparkbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dinosaur Park Devil's Canyonbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eagle and Wolf Park Kasselburgbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-CASCADE adventure pool ne-saunabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Renaissance Castle Beaufortbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.