Iindawo Zokurenta Inyanga eFrankfurt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Frankfurt
Eulennest. Kwilali emnandi kodwa edolophini!
14 Jul – 11 Aga
Yi$801 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Frankfurt
Ikhaya eliluhlaza eliyi-Idyllic embindini wedolophu
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 425 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bad Vilbel
★Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle ★ efanelekileyo xa kuza kuhlalwa ixesha elide★
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 191 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oberursel (Taunus)
Sleep in an Artist Atelier! Near Frankfurt Fair!
20 Jul – 17 Aga
Yi$813 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFrankfurt

Iphondo le- Frankfurtbayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Deutsche Bank Parkbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MyZeilbayi 101 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skyline Plazabayi 164 abantu basekuhlaleni abayincomayo
NordWestZentrumbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Main-Taunus-Zentrumbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.