Iindawo Zokurenta Inyanga eBixby

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Glenpool
Glenpool Entire House
27 Jul – 24 Aga
Yi$2 236 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Broken Arrow
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex ekwicomple
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 556 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Sperry
I-Gunker Ranch /Indawo Yokungena
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 257 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Bixby
I-CROW 'S NEST TinyRanchRnR bed/bath/ikhitshi/indawo yokuhlamba impahla
24 Okt – 21 Nov
Yi$1 961 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBixby

Broken Arrow Warren Theatrebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Savastano’sbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
B&B Theatres Tulsa Starworld 20bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bentley Park Sports Complexbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dos Bandidosbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.