Iindawo Zokurenta Inyanga eBlack Forest

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Blackwood
Vuka uye kwiintakaong kwi-Rustic Gumtree Cottage!
9 Aga – 6 Sep
Yi$1 042 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Forestville
I-Boutique ehlala ngesitayile kwaye itofotofo
11 Sep – 9 Okt
Yi$2 462 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Plympton Park
Isitudiyo se-Luxury sanamhlanje kwiSixeko/i-tramline yaselwandle
5 Jun – 3 Jul
Yi$1 898 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-South Plympton
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga
18 Feb – 18 Mat
Yi$2 042 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlack Forest

Cherry Darlings Bakehousebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chapati House 2bayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bracegirdles Cross Roadbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.