Iindawo Zokurenta Inyanga eBlack River Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Salem
Ukuphumla Kwabahambi Abakhenkethayo
12 Okt – 9 Nov
Yi$1 029 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-295
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lesterville Township
Indlu Yamaplanga Epholileyo Emlanjeni Emnyama
11 Feb – 11 Mat
Yi$3 894 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-245
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lesterville
IBlack River Dongerins House & Imperilion, Lesterville
3–31 Jan
Yi$3 307 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Salem
Indlu encinci enoxolo enamagumbi okulala ayi-1
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 840 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.