Iindawo Zokurenta Inyanga eBlaenau Gwent

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Cwmtillery, Abertillery
ICwtch yindawo etofotofo eneendawo ezintle onokuzibona.
30 Jul – 27 Aga
Yi$2 373 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Argoed
Indawo epholileyo eneendawo ezijikelezileyo ezipholileyo, indawo yokupaka
25 Jun – 23 Jul
Yi$2 544 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-255
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Blaenau Gwent
I-Attenborough Cottage
23 Jan – 20 Feb
Yi$3 593 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Blaenau Gwent
Ukubonwa, Ibhafu Enamanzi Ashushu+ Igumbi Lemidlalo
30 Aga – 27 Sep
Yi$8 395 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-219

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.