Iindawo Zokurenta Inyanga eBlaich

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Blaich
I-Alistairs Steading, iholide yothando enebhafu enamanzi ashushu!
11 Nov – 9 Dis
Yi$6 067 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-613
ISuperhost
Indlu engasemva e-Fort William
I-Flora 's Knoll - Indawo Yokuzikhupha Emaphandleni
6 Dis – 3 Jan
Yi$2 093 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fort William
I-Central Fort William iflethi enendawo yokupaka - iBurach 1
9 Jan – 6 Feb
Yi$2 115 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-265
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Highland
I-Central Fort William apt. enendawo yokupaka - i-Burach 2
2–30 Dis
Yi$2 289 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.