Iindawo Zokurenta Inyanga eBlainville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mirabel
I- ''Guesthouse '' '
11 Dis – 8 Jan
Yi$1 435 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mirabel
Indawo yokuhlala entle, ethe cwaka nekhanyayo.
Yi$937 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laval
Indawo yokuhlala ePasNat!
28 Aga – 25 Sep
Yi$2 084 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mirabel
I-La Bonté du Cordier
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 408 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlainville

Premium Outlets Montrealbayi 75 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parc du Domaine Vertbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Archibald microbrasserie Blainvillebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barbies Resto Bar Grillbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Metro Plus Thibeault Blainvillebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Fogo Euro-Loungebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.