Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBlangy-sur-Bresle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Senarpont
I-Au moulin de Rotteleux
21 Nov – 19 Dis
Yi$659 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Léger-sur-Bresle
Abantwana beeNtaliyane
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 051 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bouillancourt-en-Séry
" Le Marronnier" gite
20 Jan – 17 Feb
Yi$1 712 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-244
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Villy-sur-Yères
Wamkelekile kwindlu esemaphandleni i- "Père Louis"
26 Sep – 24 Okt
Yi$1 795 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlangy-sur-Bresle

Super U et drivebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cultural Center of Fountain Manorbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intermarché Superbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.