Iindawo Zokurenta Inyanga eBlore

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Wetton
Indlu yeSango, i-Manziton. Isiseko esihle sokubuka.
4 Okt – 1 Nov
Yi$1 098 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-246
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Cauldon
I-Snowdrop Cottage nr Alton Towers/Peaks, Ilala 4+ 2
28 Sep – 26 Okt
Yi$2 094 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Denstone
IBouquet Cottage, ekwiimayile eziyi-3 kuphela ukusuka eAlton Towers
16 Sep – 14 Okt
Yi$1 668 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-nr Ashbourne
Indlu esemaphandleni epholileyo kwilali yaseParwich enebhafu enamanzi ashushu
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 054 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-298

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.