Iindawo Zokurenta Inyanga eBlue Ridge Mountains

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Murphy
Ukuphumla Kwezintaba Ezolileyo
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 144 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-252
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Candler
Spacious, Comfy & Pet Friendly!
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 635 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Morganton
I-Suite Downtown Stay
23 Jun – 21 Jul
Yi$1 558 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Morganton
Intaba yale mihla iCarriage House kwidolophu yaseMorganton
19 Nov – 17 Dis
Yi$2 254 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.