Iindawo Zokurenta Inyanga eCape Cod

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Brewster
I-Condo Yolwandle Eqaqambileyo
28 Jan – 25 Feb
Yi$2 448 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Middleborough
Indawo yeholide yabucala ekwi-acre eziyi-4 1
24 Feb – 24 Mat
Yi$1 794 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-293
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Brewster
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo nesecaleni/igadi yamaxesha athile onyaka
15 Jan – 12 Feb
Yi$2 348 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Barnstable
Inja yakho iza kuyithanda apha kwaye nawe uza kuyithanda.
9 Dis – 6 Jan
Yi$2 843 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-225

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.