Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBrandon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brandon
#3 1202 8th Street - 2 igumbi lokulala condo
13 Mey – 10 Jun
Yi$1 869 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Brandon
I-Urban Chic Guest Retreat- 1100sqft 3Bdr
5 Dis – 2 Jan
Yi$2 409 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brandon
1 Igumbi lokulala Basement Suite kufuphi Isibhedlele & ACC
18 Aga – 15 Sep
Yi$1 546 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Brandon
I-brand New & Modern Suite
16 Jul – 13 Aga
Yi$1 918 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBrandon

Chilli Chutneybayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Dock On Princessbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lady of the Lakebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Keg Steakhouse + Bar - Brandonbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sabor Latinobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Prairie Firehousebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Manitoba
  4. Brandon
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga