Iindawo Zokurenta Inyanga eWasagaming

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Wasagaming
Nge-12
3 Nov – 1 Dis
Yi$5 958 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Onanole
Indlu Yamaplanga Ephucukileyo - Bears Den - Susa Ichibi MB (Ibhafu Enamanzi Ashushu)
27 Feb – 27 Mat
Yi$6 269 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Onanole
I-Owl - Indlu yamaplanga eSunset Bay
5 Epr – 3 Mey
Yi$2 741 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Onanole
Indlu Yamaplanga ekwiGrey Owl - enebhafu enamanzi ashushu
22 Jan – 19 Feb
Yi$6 990 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWasagaming

Iparke yaseRiding Mountainbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lakehousebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Clear Lake Marinabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whitehouse Bakerybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
T.R. McKoys Italian Restaurantbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Boardwalk on Clear Lakebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.