Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCaesar Creek Lake

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lebanon
Indlu eyikalishi yabucala ekwii-acre eziyi-3!
30 Jun – 28 Jul
Yi$1 936 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-344
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spring Valley
I-Studio eRed Barn Salvage
8 Mat – 5 Epr
Yi$2 233 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Waynesville
Igumbi lokulala elitofotofo/iOhio ukuya e-Erie/e-Miami Scenic Trail
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 087 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dayton
IParadesi yabahamba ngeenyawo
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 100 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-251

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.