Iindawo Zokurenta Inyanga eCaesarea

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hadera
Iflethi okanye indlu ekwicomplex emangalisayo embindini wedolophu
11 Sep – 9 Okt
Yi$2 338 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-208
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Caesarea
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane nolwandle (imizuzu eyi-5 xa uhamba ngeenya
8 Dis – 5 Jan
Yi$3 128 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
ISuperhost
Indlu engasemva e-Pardes Hanna-Karkur
Igadi entle eluhlaza. UBUGCISA. Indawo entle.
6 Jul – 3 Aga
Yi$3 084 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
ISuperhost
Indlu engasemva e-Pardes Hanna-Karkur
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ePardes Hanna Karkur 🏡
13 Sep – 11 Okt
Yi$2 869 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCaesarea

Iparke yaseCaesareabayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caesareabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hadera Stream Parkbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
אג'נדה Agenda מסעדה בקיסריהbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ralli Museumbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caesarea Amphitheaterbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.