Iindawo Zokurenta Inyanga eCailhavel

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Arzens
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga encinci kwilali
28 Nov – 26 Dis
Yi$835 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-421
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Alzonne
Ifama 3* Indlu yeCanal du Kaen
17 Sep – 15 Okt
Yi$1 175 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Pezens
Indlu esemaphandleni (ioveni yesonka endala)
14 Mey – 11 Jun
Yi$1 054 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
ISuperhost
Indlu e-Cailhavel
Indlu encinci enoxolo neembono ezinkulu
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 389 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Aude
  5. Cailhavel
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga