Iindawo Zokurenta Inyanga eCairns City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Cairns
Igumbi laseOrchid - livulekile, labucala kwaye likhululekile.
13 Nov – 11 Dis
Yi$1 568 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-353
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Edge Hill
I-Quaint + Indawo ethuleyo (4)
21 Jan – 18 Feb
Yi$1 769 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cairns North
I-Ocean View Luxury Apartment kwiSixeko
2–30 Nov
Yi$2 890 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-601
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cairns City
Ukuthi zava, Iziko Lesixeko kunye ne-Ocean View!
29 Nov – 27 Dis
Yi$3 908 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCairns City

Cairns Central Shopping Centrebayi 173 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cairns Esplanade Lagoonbayi 281 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imakethe yaseCairns Nightbayi 155 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium yase-Cairnsbayi 152 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Reef Hotel Casinobayi 87 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kuranda Scenic Railwaybayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.