Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePort Douglas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Douglas
30 Hibiscus Resort-Relaxed +Central!
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 888 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Douglas
zenden@ramada pool..netflix..wifi
19 Dis – 16 Jan
Yi$2 477 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Douglas
I-Macrossan House isembindini we-1 bdm Apartment
12 Epr – 10 Mey
Yi$2 942 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Douglas
Isitudiyo esihle @ Ramada Resort Port Douglas
7 Feb – 7 Mat
Yi$2 800 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePort Douglas

Ramada Resort by Wyndham Port Douglasbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cruises kaQuicksilverbayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crystalbrook Superyacht Marinabayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
4 Mile Beach Lookoutbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wildlife Habitat Port Douglasbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oaks Port Douglas Resortbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.