Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCajarc

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Figeac
I-RDC, Centre-ville, i-Calme kunye neGratuit yokupaka
16 Mey – 13 Jun
Yi$763 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saujac
I-La petite ruïne, uxolo lwasemaphandleni kunye nokuzola.
26 Mey – 23 Jun
Yi$1 707 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Carayac
Isitudiyo esingaqhelekanga esijikelezwe yindalo, yonke intuthuzelo kunye nepuli yokuqubha!
24 Mat – 21 Epr
Yi$1 121 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Capdenac-Gare
Indlu encinci esemaphandleni elungisiweyo enamagumbi ayi-2 + ithala
5 Aga – 2 Sep
Yi$1 010 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCajarc

La Pausebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Présidentbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chez Moulinobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intermarché Contact et Drivebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jeu De Quillesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
L'Allée des Vignesbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Lot Region
  5. Cajarc
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga