Iindawo Zokurenta Inyanga eCanggu Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Kecamatan Kuta Selatan
1Min Ukuhamba ukuya eLwandle - Ipuli yabucala yeVilla 1BR
23 Sep – 21 Okt
Yi$4 093 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Kuta Utara
Luxury One Bedroom Villa - The Young Villas Canggu
22 Jan – 19 Feb
Yi$6 416 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Kecamatan Kuta Utara
Luxury 1 Bed Penthouse with Pool in Central Canggu
Yi$2 189 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Belalang
#1 Modern tiny villa w. private pool in Kedungu
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 671 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Indonesia
  3. Bali
  4. Badung Regency
  5. Dalung
  6. Canggu Beach
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga