Iindawo Zokurenta Inyanga eUbud

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ubud
Izinto Onokuzonwabela Zendlu YaseBali
20 Feb – 20 Mat
Yi$1 348 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ubud
· I-Antara Bungalow · Ukutyibilika Kweentyatyambo Neentyatyambo Eziphuzi
23 Nov – 21 Dis
Yi$635 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-ubud
Ukuthula kufutshane nombindi
16 Dis – 13 Jan
Yi$881 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tegallalang
Ukufihla indawo yabantu ababini abathandanayo
19 Okt – 16 Nov
Yi$896 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-268

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseUbud

Isakhiwo saseSacred Monkey Forestbayi 774 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Campuhan Ridge Walkbayi 318 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Art ye-Ubudbayi 697 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithempulethi yeSaraswatibayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Yoga Barnbayi 225 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pyramids Of Chibayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Indonesia
  3. Bali
  4. Gianyar Regency
  5. Ubud
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga