Iindawo Zokurenta Inyanga eCastellón de la Plana

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Castelló de la Plana
Amagumbi azimeleyo embindini weCastellón.
29 Mey – 26 Jun
Yi$919 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Benicàssim
Iflethi Etofotofo ikumgama wemizuzu eyi-2 ukusuka elunxwemeni
1–29 Dis
Yi$1 725 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Castelló de la Plana
I-studio esitsha, esisebenzayo, edolophini
25 Aga – 22 Sep
Yi$1 846 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Benicasim
I-MEDITERRANEO-CHIC. Iflethi entle elunxwemeni
3–31 Okt
Yi$1 617 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCastellón de la Plana

I-Mercat Central de Castellóbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Corte Inglésbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre Comercial Salerabayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parc Ribaltabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
DoYouSpain.combayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinesabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.