Iindawo Zokurenta Inyanga eCedar Rapids

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cedar Rapids
I-Ausadie Building Garden Inqanaba Elinye Igumbi Lokulala
20 Mat – 17 Epr
Yi$1 716 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cedar Rapids
Ukukhempisha kukaDavid: Indawo Yokuphumla Epholileyo Enendlela Efanelekileyo Yokufikelela
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 956 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Cedar Rapids
Indlu Esemaphandleni Epholileyo
21 Sep – 19 Okt
Yi$2 468 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cedar Rapids
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eyimbali yaseAusadie Building 1-g
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 415 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCedar Rapids

NewBo City Marketbayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lindale Mallbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
DoubleTree by Hilton Hotel Cedar Rapids Convention Complexbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Paramount Theatrebayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Eastern Iowa Airportbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McGrath Amphitheatrebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.