Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGalena

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Galena
I-Downtown Gem for Two
10 Epr – 8 Mey
Yi$2 288 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-290
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dubuque
1157#3 /Isitudiyo esincinci, Indawo enkulu, Dubuque
20 Jun – 18 Jul
Yi$1 553 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Galena
I-Villa Yelizwe Langoku kunye neGolf Course View
21 Jul – 18 Aga
Yi$3 251 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Galena
1842 I-Bavarian Brew House
31 Jan – 28 Feb
Yi$4 259 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGalena

Blaum Bros. Distilling Co.bayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grant Parkbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vinny Vanucchi'sbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Durty Gurt'sbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fried Green Tomatoesbayi 49 abantu basekuhlaleni abayincomayo
DeSoto House Hotelbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.