Iindawo Zokurenta Inyanga eCentro, Casco Antiguo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Casco Antiguo
I-CENTRAL AND COZY KUFUPHI NECATHEDRAL. I-VFT/SE/03165
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 191 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Casco Antiguo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwibhotwe elineebhayisekile
6 Jul – 3 Aga
Yi$1 743 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-246
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casco Antiguo
Iflethi kwiziko lembali- VFT/SE/00056
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 567 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-338
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casco Antiguo
Iflethi esembindini weSeville. VFT/SE/02676
2–30 Jul
Yi$1 274 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-278

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCentro, Casco Antiguo

Plaza de San Franciscobayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Nuevabayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sibuya Urban Sushi Barbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lobo Lópezbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa la Viudabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bodega Góngorabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Andalusia
  4. Seville Region
  5. Seville
  6. Centro
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga