Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCharleston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Charleston
Ndiyayithanda!!!
19 Dis – 16 Jan
Yi$1 596 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Charleston
Modern & Cozy Home in Downtown Charleston
4 Jan – 3 Feb
Yi$3 031 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Charleston
Iflethi okanye indlu ekwicomplex w/Patio -Ukuqesha Ngenyanga
6 Feb – 8 Mat
Yi$1 616 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Charleston
Iflethi enomtsalane eyi-1 kwigumbi lokulala eliyi-1 eDowntown Charleston
14 Dis – 13 Jan
Yi$3 559 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCharleston

Historic Charleston City Marketbayi 364 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Patriots Pointbayi 452 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseWaterfrontbayi 321 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umgquma we-Angel Oakbayi 440 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium yaseSouth Carolinabayi 489 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rainbow Rowbayi 467 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.