Iindawo Zokurenta Inyanga eSavannah

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-North Historic District
Sunny Apartment on Historic Troup Square
8 Dis – 9 Jan
Yi$3 475 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-North Historic District
Indlu yokuthwala eJasmine Qarters-Downtown
19 Jul – 16 Aga
Yi$2 267 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-MidTown
Charming Private Carriage House
4 Aga – 3 Sep
Yi$1 626 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-MidTown
Cozy Midtown Studio Hideaway
17 Jun – 17 Jul
Yi$1 950 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSavannah

Forsyth Parkbayi 400 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isakhiwo sase-Savannah Historicbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tanger Outlets Savannahbayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo
River Street Savannah Georgiabayi 196 abantu basekuhlaleni abayincomayo
City Marketbayi 168 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Memorial Health University Medical Centerbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.