Iindawo Zokurenta Inyanga eCharlottetown

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Charlottetown
I Gladys (4.5 Star) - Second Floor Suite
19 Mat – 16 Epr
Yi$2 231 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Charlottetown
I-OLDE CHARLOTTETOWN RICHMOND STUDIO SUITE
14 Mat – 11 Epr
Yi$2 055 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Charlottetown
Waterfront Loft Deluxe Penthouse Downtown Ch'town
4 Mat – 1 Epr
Yi$3 192 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Charlottetown
I-King Bed loft Suite Downtown Ch 'town
12 Feb – 12 Mat
Yi$2 673 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCharlottetown

Red Shores Racetrack & Casinobayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Charlottetown Airportbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Victoria Parkbayi 79 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Charlottetown Mallbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmartbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maid Marian's Dinerbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.