Iindawo Zokurenta Inyanga eChilton County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thorsby
1800 's Victorian Home ~SWAN House~ 5 miles away I65
12 Mey – 9 Jun
Yi$3 927 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Lawley
5 Star, intle kwaye yabucala, 3/3 Ranch Experience
20 Aga – 17 Sep
Yi$3 816 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-74
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Shelby
P*Jinx & grace, Peace Lake Front 3BR/2b
12 Dis – 9 Jan
Yi$4 807 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
Ithandwa zindwendwe
Indlu ekhiwe emthini e-Coosa County
Indlu eyakhiwe emthini ~ Eseceleni ~ Lake Front~ AmaKayaks ~ Sunsets
14 Okt – 11 Nov
Yi$10 204 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.