Iindawo Zokurenta Inyanga eChristchurch Central City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Central City
Indawo eqaqambileyo, entle esembindini
20 Feb – 20 Mat
Yi$1 960 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Central City
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha enomtsal
25 Jan – 22 Feb
Yi$1 878 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-230
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Central City
City on your doorstep. Super location 1 bed apt.
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 809 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Central City
65"TV inner city near everything entire house
17 Jul – 14 Aga
Yi$2 023 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseChristchurch Central City

Iziko lezithole zeBotanical zeChristchurchbayi 297 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Riversidebayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South City Shopping Centrebayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum ka-Canterburybayi 390 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Christchurch Casinobayi 128 abantu basekuhlaleni abayincomayo
North Hagley Parkbayi 253 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.