Iindawo Zokurenta Inyanga eChristchurch

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Christchurch
Kufuphi neholide yesikhululo seenqwelo-moya
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 345 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-369
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Christchurch
Indawo eqaqambileyo, entle esembindini
20 Feb – 20 Mat
Yi$1 960 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tai Tapu
Indawo yokuphola kwilizwe ebukekayo - iquka isidlo sakusasa
16 Jul – 13 Aga
Yi$954 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Christchurch
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha enomtsal
25 Jan – 22 Feb
Yi$1 878 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-230

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseChristchurch

Iziko lezithole zeBotanical zeChristchurchbayi 297 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Westfield Riccartonbayi 204 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Riversidebayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South City Shopping Centrebayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum ka-Canterburybayi 390 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Tannerybayi 205 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.