Iindawo Zokurenta Inyanga eCórdoba

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Centro
Loft Diseño - Exc. Ubicación
24 Sep – 22 Okt
Yi$435 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nueva Córdoba
Moderno duplex en Nueva Córdoba
4 Dis – 1 Jan
Yi$747 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Córdoba
I-New Cordoba. Eyingqayizivele! I-PREMIUM YONKE ilungisiwe!
20 Okt – 17 Nov
Yi$836 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nueva Córdoba
Amplio, cómodo y de excelente ubicación.
3–31 Dis
Yi$523 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCórdoba

Istediyo kaMario Alberto Kempesbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paseo del Buen Pastorbayi 165 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza San Martinbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nuevocentro Shoppingbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Patio Olmosbayi 163 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quality Espaciobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.