Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eVilla General Belgrano

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Villa General Belgrano
Artist's House 2
15 Jun – 13 Jul
Yi$1 320 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Villa General Belgrano
Mono ambiente súper céntrico con excelente vista
10 Epr – 8 Mey
Yi$785 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Villa General Belgrano
I-Casa Algarrobo - Sierras
7 Epr – 5 Mey
Yi$980 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Villa General Belgrano
Spacious and very well located apartment!
1–29 Aga
Yi$1 365 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVilla General Belgrano

Villa General Belgranobayi 80 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Potrerillo Resto Barbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Supermercado Becerrabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Café Rissenbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Zula Bistróbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Bierkellerbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.