Iindawo Zokurenta Inyanga eCortés Department

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-San Pedro Sula
I-Monarch Suite. Eyona ndawo intle! Ifulethi lonke!
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 066 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-227
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro Sula
I-MiniSuite. Eyona nto iphambili + indawo kwi-SPS!
18 Epr – 16 Mey
Yi$935 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro Sula
Indawo Epholileyo Encinci * Indawo Ephezulu * Ukupaka esitratweni
9 Dis – 6 Jan
Yi$684 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro Sula
Iflethi Epheleleyo Yangasese * Indawo Ephezulu * Indawo Yokupaka Esesitratweni
27 Okt – 24 Nov
Yi$911 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.