Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSan Pedro Sula

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-San Pedro Sula
Iflethi yanamhlanje nenhle. I-complex Arboleda
10 Mat – 7 Epr
Yi$1 569 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-San Pedro Sula
Iflethi entle neyangoku eResidenza Torre_2
30 Jan – 27 Feb
Yi$1 706 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-San Pedro Sula
Iflethi okanye indlu ekwicom
15 Mat – 12 Epr
Yi$1 669 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Pedro Sula
Iflethi yale mihla netofotofo. kweyona ndawo intle ye-SPS
2–30 Mat
Yi$1 550 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSan Pedro Sula

Galerías del Vallebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Altarabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseSan Pedro Sulabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Citymallbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Guamilitobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ramón Villeda Morales International Airportbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.