Iindawo Zokurenta Inyanga eCusco

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cusco
I-NOMAD 's Best view Apartment eCusco!
21 Aga – 18 Sep
Yi$982 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cusco
INDLU EKWICOMPLEX 1 - UMBONO OMHLE KUNYE NEXABISO!
18 Nov – 16 Dis
Yi$417 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cusco
Indlu eyakhiwe ngamatye neflethi encinci entle
19 Dis – 16 Jan
Yi$704 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cusco
I-Depa en Casita Azul de San Blas-Cusco
2–30 Okt
Yi$885 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCusco

Mercado Central de San Pedrobayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Saqsaywamanbayi 214 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cusco Cathedralbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de Armas Cuscobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museo de Arte Precolombinobayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza San Blasbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Peru
  3. Cusco Region
  4. Cusco
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga