Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eUrubamba

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Urubamba
Iflethi Ekwidolophu Yangoku 22
21 Dis – 18 Jan
Yi$692 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Urubamba
Iflethi Ekwidolophu 42
6 Feb – 6 Mat
Yi$624 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Urubamba
Indlu yamaplanga etofotofo yendalo ekhuthazayo.
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 149 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Urubamba
Indlu eyi-Saint Valley
29 Nov – 27 Dis
Yi$1 126 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseUrubamba

Iparade Groundbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mercado De Urubamababayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tambo del Inka, a Luxury Collection Resort & Spa, Valle Sagradobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Huacataybayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seminario Ceramicsbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PECSA Urubambabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.