Iindawo Zokurenta Inyanga eDaglish

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wembley
I-Studio 82
10 Jan – 7 Feb
Yi$2 157 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Floreat
Indawo Yokuphumla Edolophini
17 Aga – 14 Sep
Yi$2 312 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Subiaco
I-Grange
31 Jul – 28 Aga
Yi$4 910 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-West Leederville
Shimmery Lake Views, 3 imigca uloliwe inc Isikhululo seenqwelo-moya
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 902 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDaglish

King Edward Memorial Hospitalbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Little Pantrybayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Unicorn Barbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Clean Food Storebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Daglish Stationbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cliff Sadlier V.c. Memorial Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.