Iindawo Zokurenta Inyanga eDallas County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Selma
I-Woolworth Lofts, i-Suite E. I-Selma enembali, i-Alabama
22 Aga – 19 Sep
Yi$1 826 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-356
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Selma
IWoolworth Lofts, Suite F. Historic Selma, Alabama
16 Jan – 13 Feb
Yi$2 050 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-301
ISuperhost
Indlu e-Selma
I-3 BR 2 Ibhafu kwiSithili SEMBALI SASESELMA
25 Jun – 23 Jul
Yi$2 122 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Selma
IWoolworth Lofts, Suite A. Historic Selma, Alabama
30 Jun – 28 Jul
Yi$2 324 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-452

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.