Iindawo Zokurenta Inyanga eDalstein

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Failly, France
Isitudiyo esihle emaphandleni (Metz)
29 Okt – 26 Nov
Yi$677 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kédange-sur-Canner, France
Kufuphi neCattenom, iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi ayi-2 endlwini
24 Jul – 21 Aga
Yi$1 500 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ébersviller, France
Maison de plain pied, 115m2 avec jardin et parking
22 Jan – 19 Feb
Yi$2 928 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-74
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sierck-les-Bains, France
Isitudiyo esinefenitshala embindini wedolophu
28 Jun – 26 Jul
Yi$537 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Moselle
  5. Dalstein
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga