Iindawo Zokurenta Inyanga eStrasbourg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Petite France
Istudiyo esinomtsalane 28 m2 Petite France
14 Feb – 16 Mat
Yi$1 682 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Cronenbourg Est Centre - Est
Amagumbi ayi-2 akhanyayo, i-terrace enkulu
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 385 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Strasbourg
I-Studio Cathedral (iinkonzo ezizolileyo nezisemgangathweni)
30 Jan – 27 Feb
Yi$1 589 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-409
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Petite France
Stylish 1 bedroom central location cathedral
13 Mat – 10 Epr
Yi$2 032 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-80

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseStrasbourg

La Petite Francebayi 581 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place des Hallesbayi 78 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cathedral Notre Dame de Strasbourgbayi 495 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place Kleberbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki ye-Place de l'Étoilebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Citadel Parkbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Bas-Rhin
  5. Strasbourg
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga